Marko 15:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kanjalo, akhonzisa ngesinyanzelo owayedlula, uSimon othile waseKirene, owayevela emaphandleni, uyise ka-Alesandire noRufo, ukuba aphakamise isibonda sakhe sentuthumbo.+ Luka 23:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ke kaloku njengoko babemqhuba, babamba uSimon, oyinzalelwane yaseKirene, owayevela emaphandleni, baza basibeka phezu kwakhe isibonda sentuthumbo ukuba asithwale emva koYesu.+ Yohane 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yaye, ezithwalele+ isibonda sentuthumbo, waphuma+ waya kwekuthiwa yiNdawo YoKakayi, leyo ibizwa ngokuba yiGolgotha ngesiHebhere;+
21 Kanjalo, akhonzisa ngesinyanzelo owayedlula, uSimon othile waseKirene, owayevela emaphandleni, uyise ka-Alesandire noRufo, ukuba aphakamise isibonda sakhe sentuthumbo.+
26 Ke kaloku njengoko babemqhuba, babamba uSimon, oyinzalelwane yaseKirene, owayevela emaphandleni, baza basibeka phezu kwakhe isibonda sentuthumbo ukuba asithwale emva koYesu.+
17 Yaye, ezithwalele+ isibonda sentuthumbo, waphuma+ waya kwekuthiwa yiNdawo YoKakayi, leyo ibizwa ngokuba yiGolgotha ngesiHebhere;+