Luka 23:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Kwaye bakufika kwindawo ebizwa ngokuba yeyoKakayi,+ bambethelela yena nabenzi-bubi, omnye ngasekunene kwakhe nomnye ngasekhohlo kwakhe.+ Yohane 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yaye, ezithwalele+ isibonda sentuthumbo, waphuma+ waya kwekuthiwa yiNdawo YoKakayi, leyo ibizwa ngokuba yiGolgotha ngesiHebhere;+
33 Kwaye bakufika kwindawo ebizwa ngokuba yeyoKakayi,+ bambethelela yena nabenzi-bubi, omnye ngasekunene kwakhe nomnye ngasekhohlo kwakhe.+
17 Yaye, ezithwalele+ isibonda sentuthumbo, waphuma+ waya kwekuthiwa yiNdawo YoKakayi, leyo ibizwa ngokuba yiGolgotha ngesiHebhere;+