IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 53:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngenxa yeso sizathu ndiya kumahlulela isahlulo phakathi kwabaninzi,+ yaye uya kwahlulelana ngexhoba nabo banamandla,+ ngenxa yokuba wawuphalaza umphefumlo wakhe ukusa kanye ekufeni,+ wabalelwa kwabanxaxhayo;+ kwaye yena wathwala isono sabantu abaninzi,+ yaye wabathethelela abo banxaxhayo.+

  • Marko 15:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ngaphezu koko, abethelela abaphangi ababini kunye naye, omnye ngasekunene kwakhe yaye omnye ngasekhohlo kwakhe.+

  • Luka 23:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Kwaye bakufika kwindawo ebizwa ngokuba yeyoKakayi,+ bambethelela yena nabenzi-bubi, omnye ngasekunene kwakhe nomnye ngasekhohlo kwakhe.+

  • Yohane 19:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 baza bambethelela apho,+ nabanye abantu ababini kunye naye, omnye kweli cala nomnye kweliya, kodwa uYesu waphakathi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share