INdumiso 22:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Thixo wam, Thixo wam, undishiyeleni na?+Kutheni na ukude ukuba ungandisindisa,+Kumazwi okugcuma kwam?+ Isaya 53:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa uYehova wayoliswa kukumtyumza;+ wamgulisa.+ Ukuba uya kuwumisa umphefumlo wakhe ube ngumnikelo wetyala,+ uya kuyibona inzala yakhe,+ uya kuyolula imihla yakhe,+ kwaye esandleni sakhe kuya kuphumelela+ oko kuluyolo+ kuYehova. Marko 15:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Yaye ngelixa lesithoba uYesu wamemeza ngelizwi elikhulu esithi: “Eli, Eli, lama sabhaktani?” okuthetha ukuthi, xa kuguqulelwe: “Thixo wam, Thixo wam, undishiyeleni na?”+
22 Thixo wam, Thixo wam, undishiyeleni na?+Kutheni na ukude ukuba ungandisindisa,+Kumazwi okugcuma kwam?+
10 Kodwa uYehova wayoliswa kukumtyumza;+ wamgulisa.+ Ukuba uya kuwumisa umphefumlo wakhe ube ngumnikelo wetyala,+ uya kuyibona inzala yakhe,+ uya kuyolula imihla yakhe,+ kwaye esandleni sakhe kuya kuphumelela+ oko kuluyolo+ kuYehova.
34 Yaye ngelixa lesithoba uYesu wamemeza ngelizwi elikhulu esithi: “Eli, Eli, lama sabhaktani?” okuthetha ukuthi, xa kuguqulelwe: “Thixo wam, Thixo wam, undishiyeleni na?”+