Marko 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye akuba ehambe umganyana wabona uYakobi unyana kaZebhedi noYohane umntakwabo, besesikhepheni sabo belungisa iminatha yabo;+ Yohane 21:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Babendawonye uSimon Petros noTomas, owayebizwa ngokuba nguWele,+ noNathaniyeli+ waseKana yaseGalili noonyana bakaZebhedi+ nabanye ababini kubafundi bakhe.
19 Yaye akuba ehambe umganyana wabona uYakobi unyana kaZebhedi noYohane umntakwabo, besesikhepheni sabo belungisa iminatha yabo;+
2 Babendawonye uSimon Petros noTomas, owayebizwa ngokuba nguWele,+ noNathaniyeli+ waseKana yaseGalili noonyana bakaZebhedi+ nabanye ababini kubafundi bakhe.