Mateyu 10:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngawo la+ amagama abapostile+ abalishumi elinesibini: Owokuqala, nguSimon, lowo ubizwa ngokuba nguPetros,+ noAndreya+ umntakwabo; noYakobi unyana kaZebhedi+ noYohane umntakwabo; Mateyu 27:56 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 56 phakathi kwabo yayinguMariya Magadala, kwanoMariya unina kaYakobi noYose, nonina woonyana bakaZebhedi.+ Marko 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 noYakobi unyana kaZebhedi noYohane umntakwabo Yakobi+ (wakwabanika ifani enguBhowanerges, ethetha ooNyana beNdudumo), Marko 10:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 UYakobi noYohane, oonyana ababini bakaZebhedi,+ baya kuye baza bathi kuye: “Mfundisi, sifuna ukuba usenzele nakuphi na esikucelayo kuwe.”+
2 Ngawo la+ amagama abapostile+ abalishumi elinesibini: Owokuqala, nguSimon, lowo ubizwa ngokuba nguPetros,+ noAndreya+ umntakwabo; noYakobi unyana kaZebhedi+ noYohane umntakwabo;
56 phakathi kwabo yayinguMariya Magadala, kwanoMariya unina kaYakobi noYose, nonina woonyana bakaZebhedi.+
17 noYakobi unyana kaZebhedi noYohane umntakwabo Yakobi+ (wakwabanika ifani enguBhowanerges, ethetha ooNyana beNdudumo),
35 UYakobi noYohane, oonyana ababini bakaZebhedi,+ baya kuye baza bathi kuye: “Mfundisi, sifuna ukuba usenzele nakuphi na esikucelayo kuwe.”+