17 Wehla kunye nabo waza wesuka wema kwindawo ethe tyaba, yaye apho kwakukho isihlwele esikhulu sabafundi bakhe, nenkitha enkulu yabantu+ ababevela kulo lonke elakwaYuda naseYerusalem nelizwe laseTire neSidon eligudle ulwandle, abezayo ukuze bamve baze baphiliswe kwizifo zabo.+