Isaya 55:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Wenani, nonke nina ninxaniweyo!+ Yizani emanzini.+ Nabo bangenamali! Yizani, nithenge nize nidle.+ Ewe, yizani, nithenge iwayini+ nobisi+ ngaphandle kwemali nangaphandle kwexabiso.+ Luka 6:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Ninoyolo nina nilambayo+ ngoku, ngenxa yokuba niya kuhluthiswa.+ “Ninoyolo nina nililayo ngoku, ngenxa yokuba niya kuhleka.+
55 Wenani, nonke nina ninxaniweyo!+ Yizani emanzini.+ Nabo bangenamali! Yizani, nithenge nize nidle.+ Ewe, yizani, nithenge iwayini+ nobisi+ ngaphandle kwemali nangaphandle kwexabiso.+
21 “Ninoyolo nina nilambayo+ ngoku, ngenxa yokuba niya kuhluthiswa.+ “Ninoyolo nina nililayo ngoku, ngenxa yokuba niya kuhleka.+