Luka 6:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 “Ngaphezu koko, musani ukugweba, yaye nani aniyi kugwetywa;+ musani ukugwebela isohlwayo, yaye nani aniyi kugwetyelwa isohlwayo. Hlalani nikhulula, yaye nani niya kukhululwa.+ Roma 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko ke akunakungxengxezeleka, mntundini,+ nokuba ungubani na, ukuba uyagweba;+ kuba kwinto omgweba kuyo omnye, uzigwebela isohlwayo wena ngokwakho, kwanjengokuba wena lo ugwebayo+ uqhelisela izinto ezifanayo.+ Roma 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko ke masingabi sagwebana,+ kodwa kunoko zenzeleni esi sigqibo,+ sokuba ningamkhubekisi+ umzalwana+ okanye nimwise. 1 Korinte 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko ke musani ukugweba+ nantoni na phambi kwexesha elililo, de ifike iNkosi,+ eya kuthi izise ekukhanyeni+ izinto ezifihlakeleyo zobumnyama ize iwabonakalise amacebo eentliziyo,+ uya kwandula ke ngamnye adunyiswe nguThixo.+
37 “Ngaphezu koko, musani ukugweba, yaye nani aniyi kugwetywa;+ musani ukugwebela isohlwayo, yaye nani aniyi kugwetyelwa isohlwayo. Hlalani nikhulula, yaye nani niya kukhululwa.+
2 Ngoko ke akunakungxengxezeleka, mntundini,+ nokuba ungubani na, ukuba uyagweba;+ kuba kwinto omgweba kuyo omnye, uzigwebela isohlwayo wena ngokwakho, kwanjengokuba wena lo ugwebayo+ uqhelisela izinto ezifanayo.+
13 Ngoko ke masingabi sagwebana,+ kodwa kunoko zenzeleni esi sigqibo,+ sokuba ningamkhubekisi+ umzalwana+ okanye nimwise.
5 Ngoko ke musani ukugweba+ nantoni na phambi kwexesha elililo, de ifike iNkosi,+ eya kuthi izise ekukhanyeni+ izinto ezifihlakeleyo zobumnyama ize iwabonakalise amacebo eentliziyo,+ uya kwandula ke ngamnye adunyiswe nguThixo.+