Luka 6:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “Yeha, xa sukuba bonke abantu bethetha kakuhle ngani, kuba izinto ezinjengezi zezo ookhokho babo bazenzayo kubaprofeti bobuxoki.+
26 “Yeha, xa sukuba bonke abantu bethetha kakuhle ngani, kuba izinto ezinjengezi zezo ookhokho babo bazenzayo kubaprofeti bobuxoki.+