Luka 6:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Wonk’ ubani oza kum nowevayo amazwi am aze awenze, ndiza kunibonisa lowo anjengaye:+ Luka 6:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Unjengomntu owakha indlu, owembayo, wehlela nzulu waza wabeka isiseko phezu kolwalwa. Ngenxa yoko, xa kwavela isikhukula,+ umlambo wantlaleka kuloo ndlu, kodwa wawungenamandla ngokwaneleyo ukuba uyigungqise, ngenxa yokwakhiwa kwayo kakuhle.+ Yakobi 1:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa umntu oqondela kumthetho ogqibeleleyo+ wenkululeko, nalowo uzingisayo kuwo, yena lowo, ngenxa yokuba uye, akaba ngovayo aze alibale, kodwa waba ngumenzi womsebenzi,+ uya kuba noyolo+ ekuwenzeni kwakhe.
48 Unjengomntu owakha indlu, owembayo, wehlela nzulu waza wabeka isiseko phezu kolwalwa. Ngenxa yoko, xa kwavela isikhukula,+ umlambo wantlaleka kuloo ndlu, kodwa wawungenamandla ngokwaneleyo ukuba uyigungqise, ngenxa yokwakhiwa kwayo kakuhle.+
25 Kodwa umntu oqondela kumthetho ogqibeleleyo+ wenkululeko, nalowo uzingisayo kuwo, yena lowo, ngenxa yokuba uye, akaba ngovayo aze alibale, kodwa waba ngumenzi womsebenzi,+ uya kuba noyolo+ ekuwenzeni kwakhe.