Eksodus 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Emva koko wathi: “Sibuyisele isandla sakho esifubeni sesambatho sakho.” Wasibuyisela isandla sakhe esifubeni sesambatho sakhe. Akusikhupha esifubeni sesambatho sakhe, tyhini, siphilisiwe saba njengayo yonke enye inyama yakhe!+ Isaya 53:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Eneneni yena wathwala izifo zethu;+ wathwala kwaneentlungu zethu.+ Kodwa thina samgqala engokhathazwayo,+ engobethwa nguThixo+ noxhwalekileyo.+
7 Emva koko wathi: “Sibuyisele isandla sakho esifubeni sesambatho sakho.” Wasibuyisela isandla sakhe esifubeni sesambatho sakhe. Akusikhupha esifubeni sesambatho sakhe, tyhini, siphilisiwe saba njengayo yonke enye inyama yakhe!+
4 Eneneni yena wathwala izifo zethu;+ wathwala kwaneentlungu zethu.+ Kodwa thina samgqala engokhathazwayo,+ engobethwa nguThixo+ noxhwalekileyo.+