Marko 1:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ke kaloku umkhwekazi+ kaSimon wayelele phantsi egula ngumkhuhlane,+ baza kwaoko bamxelela ngaye. Luka 4:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Emva kokuba esukumile waphuma kwindlu yesikhungu wangena kwikhaya likaSimon. Ke kaloku umkhwekazi kaSimon wayebandezelekile ngumkhuhlane omkhulu, yaye bamcelela kuye.+
38 Emva kokuba esukumile waphuma kwindlu yesikhungu wangena kwikhaya likaSimon. Ke kaloku umkhwekazi kaSimon wayebandezelekile ngumkhuhlane omkhulu, yaye bamcelela kuye.+