Marko 5:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Yaye, ebamba isandla somntwana oselula, wathi kuye: “Talitha kumi,” xa kuguqulelwe, okuthetha ukuthi: “Ntombazana, ndithi kuwe, Vuka!”+ IZenzo 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngako oko wayibamba ngesandla sasekunene+ waza wayiphakamisa. Ngephanyazo iintende zeenyawo zayo namathambo amaqatha ayo aqiniswa;+
41 Yaye, ebamba isandla somntwana oselula, wathi kuye: “Talitha kumi,” xa kuguqulelwe, okuthetha ukuthi: “Ntombazana, ndithi kuwe, Vuka!”+
7 Ngako oko wayibamba ngesandla sasekunene+ waza wayiphakamisa. Ngephanyazo iintende zeenyawo zayo namathambo amaqatha ayo aqiniswa;+