Isaya 42:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Akayi kudanduluka okanye aphakamise ilizwi lakhe, yaye akayi kulivakalisa esitratweni ilizwi lakhe.+ 2 Timoti 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kodwa ikhoboka leNkosi akufuneki lilwe,+ kunoko kufuneka lithantamise kubo bonke,+ likufanelekele ukufundisa,+ linyamezela ububi,+
2 Akayi kudanduluka okanye aphakamise ilizwi lakhe, yaye akayi kulivakalisa esitratweni ilizwi lakhe.+
24 Kodwa ikhoboka leNkosi akufuneki lilwe,+ kunoko kufuneka lithantamise kubo bonke,+ likufanelekele ukufundisa,+ linyamezela ububi,+