Isaya 11:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuya kuthi ngaloo mini+ kubekho ingcambu kaYese+ eya kuma njengomqondiso kwizizwana.+ Kwaneentlanga ziya kuphethukela kuyo zibuze,+ nendawo yayo yokuphumla imele ibe luzuko.+ Isaya 42:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Akayi kuba norhatyazo okanye atyunyuzwe ade amise okusesikweni emhlabeni;+ kwaye iziqithi ziya kuhlala zilindele umthetho wakhe.+ IZenzo 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngapha koko, akukho lusindiso kuye nabani na ongomnye, kuba alikho elinye igama+ phantsi kwezulu elinikelweyo phakathi kwabantu esimele ukusindiswa ngalo.”+ Roma 15:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Aze uIsaya athi: “Kuya kubakho ingcambu kaYese,+ yaye kuya kuvela lowo uya kulawula iintlanga;+ iintlanga ziya kubeka ithemba lazo kuye.”+
10 Kuya kuthi ngaloo mini+ kubekho ingcambu kaYese+ eya kuma njengomqondiso kwizizwana.+ Kwaneentlanga ziya kuphethukela kuyo zibuze,+ nendawo yayo yokuphumla imele ibe luzuko.+
4 Akayi kuba norhatyazo okanye atyunyuzwe ade amise okusesikweni emhlabeni;+ kwaye iziqithi ziya kuhlala zilindele umthetho wakhe.+
12 Ngapha koko, akukho lusindiso kuye nabani na ongomnye, kuba alikho elinye igama+ phantsi kwezulu elinikelweyo phakathi kwabantu esimele ukusindiswa ngalo.”+
12 Aze uIsaya athi: “Kuya kubakho ingcambu kaYese,+ yaye kuya kuvela lowo uya kulawula iintlanga;+ iintlanga ziya kubeka ithemba lazo kuye.”+