Mateyu 16:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukususela ngelo xesha kuse phambili uYesu Kristu wababonisa abafundi bakhe ukuba umele aye eYerusalem, afumane imbandezelo kumadoda amakhulu nakubabingeleli abaziintloko nababhali, abulawe, aze avuswe ngomhla wesithathu.+ Mateyu 17:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kwaye baya kumbulala, aze abuye avuke ngomhla wesithathu.”+ Ngenxa yoko baba buhlungu kakhulu.+ Luka 24:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 yaye wathi kubo: “Kubhaliwe ukuba uKRISTU wayeya kubandezeleka aze avuke kwabafileyo ngomhla wesithathu,+
21 Ukususela ngelo xesha kuse phambili uYesu Kristu wababonisa abafundi bakhe ukuba umele aye eYerusalem, afumane imbandezelo kumadoda amakhulu nakubabingeleli abaziintloko nababhali, abulawe, aze avuswe ngomhla wesithathu.+
46 yaye wathi kubo: “Kubhaliwe ukuba uKRISTU wayeya kubandezeleka aze avuke kwabafileyo ngomhla wesithathu,+