IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Luka 11:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Wandula ke uhambe uze uthabathe oomoya abahlukileyo abasixhenxe+ nabangendawo ngakumbi kunawo, bangene ke ngaphakathi, bahlale apho; ize imeko yokugqibela yaloo mntu ibe mbi kuneyokuqala.”+

  • Yohane 5:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Emva kwezi zinto uYesu wamfumana etempileni waza wathi kuye: “Yabona, uphilile. Ungabi sona kwakhona, ukuze kungenzeki nto imbi ngakumbi kuwe.”

  • Hebhere 6:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuba ngokubhekisele kwabo babeye bakhanyiselwa kwaba kanye qwaba,+ nabaye bangcamla isipho sesisa sasezulwini,+ nabaye baba nesabelo kumoya oyingcwele,+

  • Hebhere 6:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 kodwa abaye baphambuka,+ akunakwenzeka ukuba babuyiselwe enguqukweni,+ ngenxa yokuba bona ngokwabo bambethelela ngokutsha uNyana kaThixo baze bamhlazise esidlangalaleni.+

  • 2 Petros 2:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngokuqinisekileyo ukuba, emva kokuphepha izidyobho zehlabathi+ ngolwazi oluchanileyo lweNkosi noMsindisi uYesu Kristu, babandakanyeka kwakwezi zinto kwakhona baze boyiswe,+ iimeko zokugqibela ziba mbi ngakumbi kubo kunezokuqala.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share