1 Korinte 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba uThixo uzityhile+ kuthi ngomoya wakhe,+ kuba umoya+ uphengulula ezintweni zonke, kwanezinto ezinzulu+ zikaThixo. Efese 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ngokusazisa imfihlelo+ engcwele yokuthanda kwakhe. Yona ivumelana nokuthanda kwakhe+ Kolose 1:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 imfihlelo engcwele+ eyayifihliwe ukususela kwiinkqubo zezinto zexesha elidluleyo+ nokususela kwizizukulwana ezidluleyo. Kodwa ngoku ibonakalisiwe+ kwabo bangcwele bakhe,
10 Kuba uThixo uzityhile+ kuthi ngomoya wakhe,+ kuba umoya+ uphengulula ezintweni zonke, kwanezinto ezinzulu+ zikaThixo.
26 imfihlelo engcwele+ eyayifihliwe ukususela kwiinkqubo zezinto zexesha elidluleyo+ nokususela kwizizukulwana ezidluleyo. Kodwa ngoku ibonakalisiwe+ kwabo bangcwele bakhe,