Luka 8:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wathi: “Nina nikunikiwe ukuziqonda iimfihlelo ezingcwele zobukumkani bukaThixo, kodwa kwabanye kungemizekeliso,+ ukuze, nakuba bekhangele, bakhangelele ilize, yaye, nakuba besiva, bangayifumani intsingiselo.+
10 Wathi: “Nina nikunikiwe ukuziqonda iimfihlelo ezingcwele zobukumkani bukaThixo, kodwa kwabanye kungemizekeliso,+ ukuze, nakuba bekhangele, bakhangelele ilize, yaye, nakuba besiva, bangayifumani intsingiselo.+