Isaya 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yenza intliziyo yesi sizwana ibe lukhuni,+ neendlebe zaso zenze zithi nkqi,+ vingca amehlo aso, ukuze singaboni ngamehlo aso, singeva nangeendlebe zaso, kuba hleze siqonde ngentliziyo yaso, sibuye, ndize ndisiphilise.”+ Yeremiya 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Ke kaloku, yivani oku, bantundini bangalumkanga, abangenantliziyo:+ Banamehlo, kodwa ababoni;+ baneendlebe, kodwa abeva.+ Hezekile 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Nyana womntu, uhleli phakathi kwendlu enemvukelo,+ banamehlo okubona kodwa okunene ababoni,+ baneendlebe zokuva kodwa okunene abeva,+ kuba bayindlu enemvukelo.+ Marko 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ukuze, nakuba bekhangele, bakhangele ukanti bangaboni, yaye, nangona besiva, beve ukanti bangaqondi, nokuze bangaze babuye, baxolelwe.”+ Marko 8:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ‘Nakuba ninamehlo, aniboni na; yaye nakuba nineendlebe, aniva na?’+ Kwaye anikhumbuli na,
10 Yenza intliziyo yesi sizwana ibe lukhuni,+ neendlebe zaso zenze zithi nkqi,+ vingca amehlo aso, ukuze singaboni ngamehlo aso, singeva nangeendlebe zaso, kuba hleze siqonde ngentliziyo yaso, sibuye, ndize ndisiphilise.”+
21 “Ke kaloku, yivani oku, bantundini bangalumkanga, abangenantliziyo:+ Banamehlo, kodwa ababoni;+ baneendlebe, kodwa abeva.+
2 “Nyana womntu, uhleli phakathi kwendlu enemvukelo,+ banamehlo okubona kodwa okunene ababoni,+ baneendlebe zokuva kodwa okunene abeva,+ kuba bayindlu enemvukelo.+
12 ukuze, nakuba bekhangele, bakhangele ukanti bangaboni, yaye, nangona besiva, beve ukanti bangaqondi, nokuze bangaze babuye, baxolelwe.”+