Isaya 58:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kanti babefuna mna imihla ngemihla, beyoliswa kukwazi iindlela zam,+ njengohlanga oluqhube ubulungisa nolungakushiyanga okusesikweni kukaThixo wabo,+ ekubeni baqhubeka becela kum imigwebo yobulungisa, besondela kuThixo ababeyoliswa nguye,+ Hezekile 33:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Baya kungena kuwe, njengokungena kwabantu, baze bahlale phambi kwakho njengabantu bam;+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuweva amazwi akho kodwa abayi kuwenza,+ kuba ngemilomo yabo bavakalisa iminqweno yenkanuko kwaye intliziyo yabo ilandela inzuzo yabo yokungekho sikweni.+ Yohane 5:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Loo mntu wayesisibane esivuthayo nesikhanyayo, yaye nina okwexesha elifutshane nanikuthanda ukuphuphuma yimihlali ekukhanyeni kwakhe.+
2 Kanti babefuna mna imihla ngemihla, beyoliswa kukwazi iindlela zam,+ njengohlanga oluqhube ubulungisa nolungakushiyanga okusesikweni kukaThixo wabo,+ ekubeni baqhubeka becela kum imigwebo yobulungisa, besondela kuThixo ababeyoliswa nguye,+
31 Baya kungena kuwe, njengokungena kwabantu, baze bahlale phambi kwakho njengabantu bam;+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuweva amazwi akho kodwa abayi kuwenza,+ kuba ngemilomo yabo bavakalisa iminqweno yenkanuko kwaye intliziyo yabo ilandela inzuzo yabo yokungekho sikweni.+
35 Loo mntu wayesisibane esivuthayo nesikhanyayo, yaye nina okwexesha elifutshane nanikuthanda ukuphuphuma yimihlali ekukhanyeni kwakhe.+