IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 6:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kuba apho bukhoyo ubuncwane benu, nentliziyo yenu yoba lapho.

  • Marko 4:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 kodwa amaxhala+ ale nkqubo yezinto namandla akhohlisayo obutyebi+ neminqweno+ yezinye izinto iyangenela ize iliminxe ilizwi, yaye alibi nasiqhamo.+

  • Marko 10:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Emva kokusingasinga uYesu wathi kubafundi bakhe: “Hayi indlela ekuya kuba nzima ngayo ngabo banemali+ ukungena ebukumkanini bukaThixo!”+

  • Luka 8:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Leyo ke iwela phakathi kwameva, ngabo baye beva, kodwa, ngokuthabatheka ngamaxhala nobutyebi neziyolo+ zobu bomi, baminxwa ngokupheleleyo baze bangagqibelelisi nto.+

  • 1 Timoti 6:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Noko ke, abo bazimisele ukuba zizityebi beyela ekuhendweni+ nasemgibeni, nakwiminqweno emininzi engekho ngqiqweni neyenzakalisayo,+ ekhokelela entshabalalweni nasekonakaleni.+

  • 2 Timoti 4:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kaloku uDemas+ undishiyile waya eTesalonika, ngenxa yokuthanda inkqubo yezinto yangoku;+ uKreskens uye eGalati,+ uTito uye eDalmatiya.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share