Hebhere 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kungenjalo, bekuya kufuneka abandezeleke ngokufuthi ukususela ekusekweni+ kwehlabathi. Kodwa ngoku uzibonakalise+ kwaba kanye+ ekuphelisweni kweenkqubo zezinto+ ukuze asisuse isono ngombingelelo wakhe siqu.+
26 Kungenjalo, bekuya kufuneka abandezeleke ngokufuthi ukususela ekusekweni+ kwehlabathi. Kodwa ngoku uzibonakalise+ kwaba kanye+ ekuphelisweni kweenkqubo zezinto+ ukuze asisuse isono ngombingelelo wakhe siqu.+