Luka 4:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwaye weza eNazarete,+ apho wayekhuliswe khona; yaye, ngokwesiko lakhe ngomhla wesabatha, wangena kwindlu yesikhungu,+ waza wema ukuze afunde.
16 Kwaye weza eNazarete,+ apho wayekhuliswe khona; yaye, ngokwesiko lakhe ngomhla wesabatha, wangena kwindlu yesikhungu,+ waza wema ukuze afunde.