Marko 6:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ngapha koko, abo badla izonka babengamawaka amahlanu amadoda.+ Luka 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Enyanisweni, babemalunga namawaka amahlanu amadoda.+ Kodwa wathi kubafundi bakhe: “Bangqendeviseni njengasezidlweni, babe ngamaqela amalunga namashumi amahlanu lilinye.”+ Yohane 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UYesu wathi: “Bangqendeviseni abantu njengasesidlweni.”+ Ke kaloku kwakukho ingca eninzi kuloo ndawo. Angqendeva ke ngoko amadoda, emalunga namawaka amahlanu ngenani.+
14 Enyanisweni, babemalunga namawaka amahlanu amadoda.+ Kodwa wathi kubafundi bakhe: “Bangqendeviseni njengasezidlweni, babe ngamaqela amalunga namashumi amahlanu lilinye.”+
10 UYesu wathi: “Bangqendeviseni abantu njengasesidlweni.”+ Ke kaloku kwakukho ingca eninzi kuloo ndawo. Angqendeva ke ngoko amadoda, emalunga namawaka amahlanu ngenani.+