Levitikus 6:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “‘Yonke into esukuba ichukumisa inyama yawo yoba ngcwele,+ yaye xa nabani na etshiza izambatho ngegazi lawo,+ woyihlamba loo nto ayitshize ngegazi endaweni engcwele.+ Numeri 15:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 “Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi kubo mabazenzele imiphetho emasondweni ezambatho zabo kwizizukulwana zabo, bafake umtya oluhlaza emphethweni wesondo elo,+ Mateyu 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 kuba wayesithi: “Ukuba ndingachukumisa oku nje kwesambatho sakhe sangaphezulu ndiya kuphila.”+ Marko 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba waphilisa abaninzi, kwaza oko kwaphumela ekubeni bonke abo babenezifo ezibuhlungu bawele kuye ukuze bamchukumise.+ Luka 6:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kwaye sonke isihlwele sasifuna ukumchukumisa,+ ngenxa yokuba amandla+ ayephuma kuye aze abaphilise bonke.
27 “‘Yonke into esukuba ichukumisa inyama yawo yoba ngcwele,+ yaye xa nabani na etshiza izambatho ngegazi lawo,+ woyihlamba loo nto ayitshize ngegazi endaweni engcwele.+
38 “Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi kubo mabazenzele imiphetho emasondweni ezambatho zabo kwizizukulwana zabo, bafake umtya oluhlaza emphethweni wesondo elo,+
10 Kuba waphilisa abaninzi, kwaza oko kwaphumela ekubeni bonke abo babenezifo ezibuhlungu bawele kuye ukuze bamchukumise.+
19 Kwaye sonke isihlwele sasifuna ukumchukumisa,+ ngenxa yokuba amandla+ ayephuma kuye aze abaphilise bonke.