Duteronomi 32:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Bona bazonakalisile ngokwabo;+Abangobantwana bakhe, bazizisele isiphako ngokwabo.+Basisizukulwana esigwenxa nesijijekileyo!+ Duteronomi 32:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko wathi, ‘Mandibufihle ubuso bam kubo,+Ndibone ukuba baya kuphelela phi na.Ngokuba basisizukulwana esigwenxa,+Ngoonyana abangathembekanga.+ Filipi 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 ukuze nibe ngabangenakusoleka+ nabamsulwa, abantwana bakaThixo+ abangenasiphako phakathi kwesizukulwana esigwenxa nesijijekileyo,+ enikhanyayo phakathi kwaso njengezikhanyiso ehlabathini,+
5 Bona bazonakalisile ngokwabo;+Abangobantwana bakhe, bazizisele isiphako ngokwabo.+Basisizukulwana esigwenxa nesijijekileyo!+
20 Ngoko wathi, ‘Mandibufihle ubuso bam kubo,+Ndibone ukuba baya kuphelela phi na.Ngokuba basisizukulwana esigwenxa,+Ngoonyana abangathembekanga.+
15 ukuze nibe ngabangenakusoleka+ nabamsulwa, abantwana bakaThixo+ abangenasiphako phakathi kwesizukulwana esigwenxa nesijijekileyo,+ enikhanyayo phakathi kwaso njengezikhanyiso ehlabathini,+