2 Samuweli 24:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko wathi uDavide kuGadi: “Kundibandezela kakhulu oku. Masiwele esandleni sikaYehova,+ kuba zininzi iinceba zakhe;+ kodwa mandingaweli esandleni somntu.”+ Mateyu 20:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Khangelani! Siyenyuka siya eYerusalem, yaye uNyana womntu uya kunikelwa kubabingeleli abaziintloko nababhali, kwaye baya kumgwebela isohlwayo sokufa,+ Marko 9:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kuba wayefundisa abafundi bakhe yaye ebaxelela ukuthi: “UNyana womntu uza kunikelwa ezandleni zabantu, yaye baya kumbulala,+ kodwa, nakuba ebulewe, uya kuvuka kwiintsuku ezintathu kamva.”+ Luka 9:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 “Wabekeleni indlebe la mazwi, kuba uNyana womntu umiselwe ukuba anikelwe ezandleni zabantu.”+
14 Ngoko wathi uDavide kuGadi: “Kundibandezela kakhulu oku. Masiwele esandleni sikaYehova,+ kuba zininzi iinceba zakhe;+ kodwa mandingaweli esandleni somntu.”+
18 “Khangelani! Siyenyuka siya eYerusalem, yaye uNyana womntu uya kunikelwa kubabingeleli abaziintloko nababhali, kwaye baya kumgwebela isohlwayo sokufa,+
31 Kuba wayefundisa abafundi bakhe yaye ebaxelela ukuthi: “UNyana womntu uza kunikelwa ezandleni zabantu, yaye baya kumbulala,+ kodwa, nakuba ebulewe, uya kuvuka kwiintsuku ezintathu kamva.”+