IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 14:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngoko ke masingabi sagwebana,+ kodwa kunoko zenzeleni esi sigqibo,+ sokuba ningamkhubekisi+ umzalwana+ okanye nimwise.

  • 1 Korinte 8:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngoko ke, ukuba ukutya kuyamkhubekisa umzalwana wam,+ andisayi kuze ndiyitye kwakhona inyama konke konke, ukuze ndingamkhubekisi umzalwana wam.+

  • 1 Korinte 10:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Kuphepheni ukuba zizikhubekiso+ kumaYuda nakumaGrike nakwibandla likaThixo,

  • 2 Korinte 6:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Siyakuphepha ukuba sisikhubekiso+ nangayiphi na indlela, ukuze kungafunyanwa siphoso kubulungiseleli bethu;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share