Marko 9:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Kodwa nabani na okhubekisa omnye waba bancinane bakholwayo, ngekumlungele kanye ukuba ubegangxwe ilitye lokusila entanyeni yakhe njengelo lijikeleziswa nge-esile waza okunene waphoswa elwandle.+ Luka 17:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngekumlungele kanye ukuba agangxwe ilitye lokusila entanyeni aze aphoswe elwandle+ kunokuba akhubekise omnye waba bancinane.+
42 Kodwa nabani na okhubekisa omnye waba bancinane bakholwayo, ngekumlungele kanye ukuba ubegangxwe ilitye lokusila entanyeni yakhe njengelo lijikeleziswa nge-esile waza okunene waphoswa elwandle.+
2 Ngekumlungele kanye ukuba agangxwe ilitye lokusila entanyeni aze aphoswe elwandle+ kunokuba akhubekise omnye waba bancinane.+