Luka 12:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Thengisani+ ngezinto zenu nize ninikele izipho zenceba.+ Zenzeleni iinxili ezingagugiyo, ubuncwane obungasoze busilele emazulwini,+ apho kungasondeli sela, kungonakalisi nanundu. Luka 18:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ekuvile oko, uYesu wathi kuye: “Kusekho into enye oyisweleyo: Thengisa zonke izinto onazo, wabele amahlwempu, yaye uya kuba nobuncwane emazulwini; uze ube ngumlandeli wam.”+ Filipi 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa izinto ebeziyinzuzo kum, ndazigqala ziyilahleko ngenxa kaKRISTU.+
33 Thengisani+ ngezinto zenu nize ninikele izipho zenceba.+ Zenzeleni iinxili ezingagugiyo, ubuncwane obungasoze busilele emazulwini,+ apho kungasondeli sela, kungonakalisi nanundu.
22 Ekuvile oko, uYesu wathi kuye: “Kusekho into enye oyisweleyo: Thengisa zonke izinto onazo, wabele amahlwempu, yaye uya kuba nobuncwane emazulwini; uze ube ngumlandeli wam.”+