Marko 10:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Emva kokusingasinga uYesu wathi kubafundi bakhe: “Hayi indlela ekuya kuba nzima ngayo ngabo banemali+ ukungena ebukumkanini bukaThixo!”+ Luka 18:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 UYesu wakhangela kuye waza wathi: “Hayi indlela ekuya kuba nzima ngayo ngabo banemali ukungena ebukumkanini bukaThixo!+ 1 Timoti 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba ukuthanda+ imali yingcambu+ yazo zonke iintlobo zobubi,+ yaye ngenxa yokusukelana nolo thando bambi baye balahlekana nokholo, bezingxwelerha ngeentlungu ezininzi.+
23 Emva kokusingasinga uYesu wathi kubafundi bakhe: “Hayi indlela ekuya kuba nzima ngayo ngabo banemali+ ukungena ebukumkanini bukaThixo!”+
24 UYesu wakhangela kuye waza wathi: “Hayi indlela ekuya kuba nzima ngayo ngabo banemali ukungena ebukumkanini bukaThixo!+
10 Kuba ukuthanda+ imali yingcambu+ yazo zonke iintlobo zobubi,+ yaye ngenxa yokusukelana nolo thando bambi baye balahlekana nokholo, bezingxwelerha ngeentlungu ezininzi.+