Mateyu 23:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Zinyokandini, nzalandini yamarhamba,+ niza kuwusaba njani umgwebo weGehena?+ Luka 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko ke wathi kuzo izihlwele ezaziphuma ukuba zibhaptizwe nguye: “Nzalandini yamarhamba,+ ngubani na onicebise ukuba nisabe kwingqumbo ezayo?+ Luka 21:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Yeha abafazi abamithiyo nabanyisa iintsana ngaloo mihla!+ Kuba kuya kubakho intswelo enkulu elizweni nengqumbo kwesi sizwana; Roma 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa ngenxa yokuba lukhuni+ kwakho nokuba nentliziyo engaguqukiyo+ uziqwebela ingqumbo+ ngomhla wengqumbo+ nowokutyhilwa+ komgwebo kaThixo wobulungisa.+ ISityhilelo 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngenxa yokuba ifikile imini enkulu+ yengqumbo yabo,+ ngubani na onako ukuma?”+
7 Ngoko ke wathi kuzo izihlwele ezaziphuma ukuba zibhaptizwe nguye: “Nzalandini yamarhamba,+ ngubani na onicebise ukuba nisabe kwingqumbo ezayo?+
23 Yeha abafazi abamithiyo nabanyisa iintsana ngaloo mihla!+ Kuba kuya kubakho intswelo enkulu elizweni nengqumbo kwesi sizwana;
5 Kodwa ngenxa yokuba lukhuni+ kwakho nokuba nentliziyo engaguqukiyo+ uziqwebela ingqumbo+ ngomhla wengqumbo+ nowokutyhilwa+ komgwebo kaThixo wobulungisa.+