IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 6:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 kwanga ungeva usemazulwini, kwindawo ohlala kuyo emisiweyo,+ uze wenze ngokuvumelana nako konke oko akubizayo owasemzini;+ ukuze zonke izizwana zomhlaba zilazi igama lakho+ zize zikoyike+ njengabantu bakho amaSirayeli, ukuze zazi ukuba le ndlu ndiyakhileyo ibizwe ngegama lakho.+

  • Isaya 56:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 kanjalo ndiza kubazisa entabeni yam engcwele+ ndize ndibenze babe nemihlali endlwini yam yomthandazo.+ Umnikelo wabo otshiswa kuphele+ nemibingelelo yabo+ iya kuba yeyokwamkelwa esibingelelweni sam.+ Kuba yona kanye indlu yam iya kubizwa nangokuba yindlu yomthandazo yazo zonke izizwana.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share