Isaya 28:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabona, ndibeka ilitye+ lesiseko eZiyon,+ ilitye elilingiweyo,+ imbombo exabisekileyo+ yesiseko esiqinisekileyo.+ Akukho namnye ubonisa ukholo uya kuphakuzela.+ Marko 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Anizange nisifunde na esi sibhalo sithi, ‘Ilitye+ abaligatyayo abakhi, liye laba lilitye lembombo eliyintloko.+ Luka 20:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kodwa wabajonga waza wathi: “Ngoko, kuthetha ntoni na oku kubhaliweyo ukuthi, ‘Ilitye abaligatyayo abakhi,+ liye laba lilitye lembombo eliyintloko’?+ IZenzo 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yena ‘ulilitye elaphathwa nini bakhi njengelingabalulekanga eliye laba yintloko yembombo.’+ Roma 9:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Khangela! Ndibeka eZiyon ilitye+ lesikhubekiso nolwalwa lokubetheka,+ kodwa lowo ukholwayo kulo akayi kudaniswa.”+ Efese 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 yaye nakhelwe phezu kwesiseko+ sabapostile+ nabaprofeti,+ ngoxa uKristu Yesu ngokwakhe elilitye lembombo lesiseko.+
16 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabona, ndibeka ilitye+ lesiseko eZiyon,+ ilitye elilingiweyo,+ imbombo exabisekileyo+ yesiseko esiqinisekileyo.+ Akukho namnye ubonisa ukholo uya kuphakuzela.+
10 Anizange nisifunde na esi sibhalo sithi, ‘Ilitye+ abaligatyayo abakhi, liye laba lilitye lembombo eliyintloko.+
17 Kodwa wabajonga waza wathi: “Ngoko, kuthetha ntoni na oku kubhaliweyo ukuthi, ‘Ilitye abaligatyayo abakhi,+ liye laba lilitye lembombo eliyintloko’?+
33 njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Khangela! Ndibeka eZiyon ilitye+ lesikhubekiso nolwalwa lokubetheka,+ kodwa lowo ukholwayo kulo akayi kudaniswa.”+
20 yaye nakhelwe phezu kwesiseko+ sabapostile+ nabaprofeti,+ ngoxa uKristu Yesu ngokwakhe elilitye lembombo lesiseko.+