Mateyu 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 kodwa bona oonyana bobukumkani+ baya kuphoselwa phandle ebumnyameni. Apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo abo.”+ Mateyu 22:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko ke yiyani ezindleleni ezikhokelela ngaphandle kwesixeko, yaye nabani na enimfumanayo mmemeleni kwitheko lomtshato.’+ Hebhere 8:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 kungekhona ngokuvumelana nomnqophiso+ endawenza nookhokho babo ngomhla endababambayo ngesandla ndibakhupha kwilizwe laseYiputa,+ ngenxa yokuba abazange baqhubeke besemnqophisweni wam,+ kangangokuba ndayeka ukubanyamekela,’ utsho uYehova.”+
12 kodwa bona oonyana bobukumkani+ baya kuphoselwa phandle ebumnyameni. Apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo abo.”+
9 Ngoko ke yiyani ezindleleni ezikhokelela ngaphandle kwesixeko, yaye nabani na enimfumanayo mmemeleni kwitheko lomtshato.’+
9 kungekhona ngokuvumelana nomnqophiso+ endawenza nookhokho babo ngomhla endababambayo ngesandla ndibakhupha kwilizwe laseYiputa,+ ngenxa yokuba abazange baqhubeke besemnqophisweni wam,+ kangangokuba ndayeka ukubanyamekela,’ utsho uYehova.”+