IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 13:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Waphendula wathi: “Nina nikunikiwe ukuziqonda iimfihlelo ezingcwele+ zobukumkani bamazulu, kodwa bona abo bantu abakunikwanga.+

  • Luka 8:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Wathi: “Nina nikunikiwe ukuziqonda iimfihlelo ezingcwele zobukumkani bukaThixo, kodwa kwabanye kungemizekeliso,+ ukuze, nakuba bekhangele, bakhangelele ilize, yaye, nakuba besiva, bangayifumani intsingiselo.+

  • Kolose 4:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Qhubekani nihamba ngobulumko ngakwabo bangaphandle,+ nizongela ixesha.+

  • 1 Timoti 3:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngaphezu koko, ufanele abe nobungqina obuhle obuvela kubantu bangaphandle,+ ukuze angaweli kungcikivo nakumgibe+ kaMtyholi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share