Luka 5:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ebudeni benye yezo mini wayefundisa, yaye abaFarisi nabafundisi bomthetho ababeze bephuma kuzo zonke iidolophana zaseGalili nelakwaYuda naseYerusalem babehleli apho; namandla kaYehova ayelapho ukuze yena aphilise.+ Luka 6:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kwaye sonke isihlwele sasifuna ukumchukumisa,+ ngenxa yokuba amandla+ ayephuma kuye aze abaphilise bonke.
17 Ebudeni benye yezo mini wayefundisa, yaye abaFarisi nabafundisi bomthetho ababeze bephuma kuzo zonke iidolophana zaseGalili nelakwaYuda naseYerusalem babehleli apho; namandla kaYehova ayelapho ukuze yena aphilise.+
19 Kwaye sonke isihlwele sasifuna ukumchukumisa,+ ngenxa yokuba amandla+ ayephuma kuye aze abaphilise bonke.