IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 9:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kamsinya nje sakuba isihlwele sikhutshelwe ngaphandle, wangena waza wabamba isandla sayo,+ yavuka intwazana.+

  • Luka 7:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yasondela, yachukumisa ithala, baza bema ngxi abo babethwele, yathi: “Mfana, ndithi kuwe, Vuka!”+

  • Luka 8:54
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 54 Kodwa wayibamba ngesandla waza wabiza, esithi: “Ntombazana, vuka!”+

  • IZenzo 9:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Kodwa uPetros wakhuphela phandle+ wonke ubani, waguqa ngamadolo, wathandaza, waza waphethukela kwisidumbu wathi: “Tabhitha, vuka!” Wavula amehlo akhe waza, njengoko wayebona uPetros, wahlala nkqo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share