Mateyu 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukanti abo babesidla yayingamadoda amalunga namawaka amahlanu, ngaphandle kwabafazi nabantwana abaselula.+ Yohane 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko ke bawahlanganisela ndawonye, baza bazalisa iingobozi ezilishumi elinesibini ngamaqhekeza aphuma kwizonka ezihlanu zerhasi, awayesele kwabo babetyile.+
21 Ukanti abo babesidla yayingamadoda amalunga namawaka amahlanu, ngaphandle kwabafazi nabantwana abaselula.+
13 Ngoko ke bawahlanganisela ndawonye, baza bazalisa iingobozi ezilishumi elinesibini ngamaqhekeza aphuma kwizonka ezihlanu zerhasi, awayesele kwabo babetyile.+