Mateyu 14:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Wandula ke, ngaphandle kokulibazisa, wabanyanzela abafundi bakhe ukuba bakhwele isikhephe baze bamandulele ukuya ngaphesheya, ngoxa yena wayendulula izihlwele.+ Yohane 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko ke abantu bakubona imiqondiso ayenzileyo, bathi: “Lo ngokuqinisekileyo ngumprofeti+ owayeza kuza ehlabathini.”
22 Wandula ke, ngaphandle kokulibazisa, wabanyanzela abafundi bakhe ukuba bakhwele isikhephe baze bamandulele ukuya ngaphesheya, ngoxa yena wayendulula izihlwele.+
14 Ngoko ke abantu bakubona imiqondiso ayenzileyo, bathi: “Lo ngokuqinisekileyo ngumprofeti+ owayeza kuza ehlabathini.”