Luka 4:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kodwa uYesu wawukhalimela, esithi: “Yithi cwaka, uze uphume kuye.” Ngoko, emva kokumphosa phantsi loo mntu phakathi kwabo, idemon yaphuma kuye ingamenzakalisanga.+
35 Kodwa uYesu wawukhalimela, esithi: “Yithi cwaka, uze uphume kuye.” Ngoko, emva kokumphosa phantsi loo mntu phakathi kwabo, idemon yaphuma kuye ingamenzakalisanga.+