Marko 9:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko bamzisa kuye. Kodwa wathi umoya wakumbona wamxhuzulisa umntwana lowo, yaye emva kokuwela emhlabeni waqika-qikeka, elephuza amagwebu.+ Marko 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Emva kokudanduluka nokuxhuzu-xhuzula kaninzi waphuma;+ yaye waba njengofileyo, kangangokuba abaninzi kubo babesithi: “Ufile!”
20 Ngoko bamzisa kuye. Kodwa wathi umoya wakumbona wamxhuzulisa umntwana lowo, yaye emva kokuwela emhlabeni waqika-qikeka, elephuza amagwebu.+
26 Emva kokudanduluka nokuxhuzu-xhuzula kaninzi waphuma;+ yaye waba njengofileyo, kangangokuba abaninzi kubo babesithi: “Ufile!”