45 Kodwa emva kokuba emkile lo mntu waqala ukubhengeza kakhulu nokusasaza ingxelo ngokubanzi, kangangokuba uYesu wayengasakwazi ukungena ekuhleni esixekweni, kodwa waqhubeka ngaphandle kwiindawo ezingasese. Kanti baqhubeka besiza kuye bevela macala onke.+