Mateyu 10:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Lowo ufumana umphefumlo wakhe uya kulahlekelwa nguwo, nalowo ulahlekelwa ngumphefumlo wakhe ngenxa yam wowufumana.+ Mateyu 16:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kuba nabani na ofuna ukuwusindisa umphefumlo wakhe uya kulahlekelwa nguwo; kodwa nabani na olahlekelwa ngumphefumlo wakhe ngenxa yam uya kuwufumana.+ Luka 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba nabani na ofuna ukuwusindisa umphefumlo wakhe uya kulahlekelwa nguwo; kodwa nabani na olahlekelwa ngumphefumlo wakhe ngenxa yam nguye oya kuwusindisa.+ Yohane 12:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Lowo uwuthandayo umphefumlo wakhe uyawutshabalalisa, kodwa lowo uwuthiyileyo umphefumlo wakhe+ kweli hlabathi uya kuwulondolozela ubomi obungunaphakade.+ ISityhilelo 12:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye bamoyisile+ ngenxa yegazi leMvana+ nangenxa yelizwi lokungqina+ kwabo, ibe abayithandanga imiphefumlo+ yabo kwanaxa bejamelene nokufa.
39 Lowo ufumana umphefumlo wakhe uya kulahlekelwa nguwo, nalowo ulahlekelwa ngumphefumlo wakhe ngenxa yam wowufumana.+
25 Kuba nabani na ofuna ukuwusindisa umphefumlo wakhe uya kulahlekelwa nguwo; kodwa nabani na olahlekelwa ngumphefumlo wakhe ngenxa yam uya kuwufumana.+
24 Kuba nabani na ofuna ukuwusindisa umphefumlo wakhe uya kulahlekelwa nguwo; kodwa nabani na olahlekelwa ngumphefumlo wakhe ngenxa yam nguye oya kuwusindisa.+
25 Lowo uwuthandayo umphefumlo wakhe uyawutshabalalisa, kodwa lowo uwuthiyileyo umphefumlo wakhe+ kweli hlabathi uya kuwulondolozela ubomi obungunaphakade.+
11 Yaye bamoyisile+ ngenxa yegazi leMvana+ nangenxa yelizwi lokungqina+ kwabo, ibe abayithandanga imiphefumlo+ yabo kwanaxa bejamelene nokufa.