Luka 23:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke uHerode nabalindi bakhe abangamajoni bamthoba isidima,+ wahlekisa+ ngaye ngokumambesa ngesambatho esiqaqambileyo waza wamthumela kwakhona kuPilato. Filipi 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Hayi khona, kodwa waziqongqotha waza wathabatha ubume bekhoboka,+ wafana nabantu.+
11 Ke uHerode nabalindi bakhe abangamajoni bamthoba isidima,+ wahlekisa+ ngaye ngokumambesa ngesambatho esiqaqambileyo waza wamthumela kwakhona kuPilato.