Mateyu 17:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kwakuxa babehlanganisene ndawonye eGalili apho uYesu wathi kubo: “UNyana womntu umiselwe ukuba angcatshwe ezandleni zabantu,+ Mateyu 26:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Niyazi ukuba kwiintsuku ezimbini ukususela ngoku kuza kubakho ipasika,+ yaye uNyana womntu uza kunikelwa ukuba abethelelwe.”+
22 Kwakuxa babehlanganisene ndawonye eGalili apho uYesu wathi kubo: “UNyana womntu umiselwe ukuba angcatshwe ezandleni zabantu,+
2 “Niyazi ukuba kwiintsuku ezimbini ukususela ngoku kuza kubakho ipasika,+ yaye uNyana womntu uza kunikelwa ukuba abethelelwe.”+