Mateyu 16:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukususela ngelo xesha kuse phambili uYesu Kristu wababonisa abafundi bakhe ukuba umele aye eYerusalem, afumane imbandezelo kumadoda amakhulu nakubabingeleli abaziintloko nababhali, abulawe, aze avuswe ngomhla wesithathu.+ Mateyu 17:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kwaye baya kumbulala, aze abuye avuke ngomhla wesithathu.”+ Ngenxa yoko baba buhlungu kakhulu.+ Marko 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Waqala ukubafundisa ukuba uNyana womntu umele eve iimbandezelo ezininzi aze agatywe ngamadoda amakhulu nababingeleli abaziintloko nababhali, abulawe,+ aze avuke kwiintsuku ezintathu kamva.+ Luka 9:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 “Wabekeleni indlebe la mazwi, kuba uNyana womntu umiselwe ukuba anikelwe ezandleni zabantu.”+
21 Ukususela ngelo xesha kuse phambili uYesu Kristu wababonisa abafundi bakhe ukuba umele aye eYerusalem, afumane imbandezelo kumadoda amakhulu nakubabingeleli abaziintloko nababhali, abulawe, aze avuswe ngomhla wesithathu.+
31 Waqala ukubafundisa ukuba uNyana womntu umele eve iimbandezelo ezininzi aze agatywe ngamadoda amakhulu nababingeleli abaziintloko nababhali, abulawe,+ aze avuke kwiintsuku ezintathu kamva.+