Luka 9:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Kodwa bona baqhubeka bengaliqondi eli lizwi. Enyanisweni, lalifihlakele kubo ukuze bangaboni ngaphaya kwalo, yaye babesoyika ukumbuza ngeli lizwi.+ Yohane 16:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UYesu wayesazi+ ukuba babefuna ukumbuza, ngoko wathi kubo: “Niyabuzana na phakathi kwenu ngako oku, ngenxa yokuba ndithe, Kwithuba elincinane aniyi kundibona, yaye, kwakhona, kwithuba elincinane niya kundibona?
45 Kodwa bona baqhubeka bengaliqondi eli lizwi. Enyanisweni, lalifihlakele kubo ukuze bangaboni ngaphaya kwalo, yaye babesoyika ukumbuza ngeli lizwi.+
19 UYesu wayesazi+ ukuba babefuna ukumbuza, ngoko wathi kubo: “Niyabuzana na phakathi kwenu ngako oku, ngenxa yokuba ndithe, Kwithuba elincinane aniyi kundibona, yaye, kwakhona, kwithuba elincinane niya kundibona?